Saturday, August 15, 2009

Isikolidala.


Usomlomo we Gutya Bantu Lezotshutshiso (NPA) u Advocate, Mthunzi Mhaga, ngaphandle kokuxakeka kezomthetho, kodwa akalibali ukuba nalo ixesha lokuya kowabo eWeza ku Gatyane. Kulempela veki ebesekhayeni lakhe kunye nesifana ebekhula naso apho ebezonwabele khona ngebhekilana yo Mqombothi. Ungumntu ozixabisileyo into zesintu njengoko ekholelwa ukuba ziyinxalenye yezinto ezimenze ubuyena njenge ndoda yesiXhosa nasekukhuleni kwakhe.
Olwethu Z. Mhaga.